ENTLA: Ngaphezu kwama-50 eminyaka le bekuyikona kaSonwabo Jezile ephethele uluntu amaphephandaba.

Kwiminyaka yabo yokugqibela bayahoyana
- uSonwabo Jezlli nomza wakhe uAmos Gxothelwe.
kufote uLULAMILE KLASSEN
BAMBALWA abantu abangathi basebenze ama-55 eminyaka kwindawo enye kodwa yena ubaw1 uSonwabo Jezile onama-75 wenjenjalo. Le ndod enkuiu ithengise amaphephandaba kwikona yezitrato zaseKapa eChurch naseAdderley Street ukusuka ngeye-6 kusasa kuse ngeye-5 malanga phantse mhla ngamnye kuma-55 eminyaka. Ubaw ujezile uye wangumntu oqhelekileyo eKapa kangagokuba xa aya kube eyokudla umhlalaphantsi kulo nyaka abamqhelileyo baya kuthi xa bedlula kule ndawo bakhumbule loo mibutiso yakhe yobuhlobo noncumo.
Kuthe yakuphela iMfazwe yeHlabathi yesi-ll ndathengisa amaphephandaba, ndandiselityendyana ngoko. Esikolweni ndayeka kwiBanga lesi-2, ngeenjongo zokonga ubawo wam owayegula, kuba ndandingumntu omnyama noko ongafundanga ekuphela kwento endakhetha ukuyenza kwaba kukuthengisa amaphephandaba, ukhumbula oko.
Etyibela uthe: Kodwa okundizisele ulonwabo ibe kukubona esi sixeko siphuculwa sisiba sesinye sezixeko ezihle ehlabathini kwanokuncokola neentlobo ntlobo zabantu ebezindixuma.
lindaba ezibuhlungu ngojezite kukuba wothi ethengisa iphephandaba lokugqibela kube kungekho mali yamhtalaphantsi aza kuyifumana. Akasayi kuphinda aphangele afumane umvuzo wakhe obuyikhomishini kuphela, ujezile akukho mali ibtmnceda efana nenzuzo kuyo yonke Ie minyaka ephangela.
Ebuhlungu ujezile uthe: Bendingathanda ukulima ukuze noko kubekho uchatha kwinkamnkam yam kodwa noko sendaluphele ngoku.
Kute minyaka enzima ngethamsanqa ujezile unomhlobo. Uhlala nomza wakhe uAmos Gxothelwe.
UAmos esichazela uthe: Kuba ngoku sesibadala ngamnye kuthi uyafuneka. lnkosikazi kajezile yasweleka kuma-30 eminyaka neentombi zakhe ezimbini zihlala eCofimvaba eMpuma Koloni apho akhe azityelele, ukanti nangaphandle koko mna ndingokuphela komhlobo wakhe.
UJezile uthe: Ndiza kuhlala ndibakhumbula abantu ababendonwabisa. Nakuba umseenzi wam ungandiziselanga ntywenka, ndiza kuhlala ndizikhumbula iikomityi zekofu nokutya endaridikuphiwa kwikhefi ekufutshane nam kwanoonogada ababendikhathalela.
kubalisa uSandi!e Mgidlana
Iindb ezibuhlungu ngoJezife
110 BONA XHOSA - February 2000
>z

o
>,
-D
-o
e
DE
o
Bku1uchuIutiimco eSoshciguve
O
 kunye okuza kukhunjulwa kule nkulungwane intsha
nokubalulekileyo eSoshanguve
lukhuphiswano uMiss noMr Bianca
Tavern 1 999 Competition.
Uluntu lwalapho lube negalelo elihle kuquka nabathengisi abafake isandla esibang uncuthu ngale ngokuhlwa galelo elo liquke uchulumarico nomculo ophollleyo. Abagwebi bathe bakuvakalisa abaphumeleieyo uMalindi Maseko (one-17 lemiriyaka) aze ukgomotso Mokoena (one-1 8 leminyaka) bangakholwa bakuva ukuba bakhethwe njengabaphumeleleyo.
kubalisa uMatthews Mpete


Abakhahsi bamacwecwe neeCD zomcuto ornnandi bekunguDJ Primitive,, uDJ T neprodyusa uDavida.
2.
UYvonne Khoza, uPortia Sisane noPhilly Khoza bebenomsebenzi obilis ubuchopho ekukhetheni uMr noMrs Bianca 1999.
3.
Umgwebi oMkhulu uCaween Khumalo.
4.
Abebengenele ukhuphiswano nabaququzeleleli belungele ukufotwa phambi kokuba kuxelwe abaphumeleleyo.
Ogqwese kwizigantsontso ngusiyavuya (Blade) Ndteleni (ophakathi) baza abaphume kwindawo yokuqala neyesibini kwanguKhayalethu Thulani noSipho Nkata
2.
UMs Millenium wethu ngu...Siphokazi Ditara! waza ophume kwindawo yokuqala ibe nguNopinki Nobebe (ekhohlo) nokwindawo yesibini ibe nguThozama Makeleni (ekunene)
3.
Ulsaac Khalima, uMr Millenium Look (ophakathi) ubukeka ezolile ukanti ophume kwindawo yesibini uMzwandile Maphungwane nophume kwindawo yokuqala uMisile Sokolo bakwazi noko ukuncuma.
ATHE AMADODA akuvuthelanisa izihlunu namanenekazi atsho ngoncumo oluhle bathi ebebeze apho bolula iintamo ukuze babone kakuhle abakukhuphiswano iMillenium Look and Body Building Competition obeluseCentenary Hall eBhayi
Abagwebi bebenoxanduva lokuhluza abaphumeleleyo kwiindidi ngeendidi zoonobuhle kodwa ekugqibeleni ulsaac Khalima noSiphokazi Ditara baphumelele njengoMr noMs MilIenium Look waza uSiyavuya BladeNdleleni waphuma emagqabini kukhuphiswano lweBody Building.
kubalisa uThembinkosi Mathenjwa
I NKANGELEKO
KwiokuIungwne
lindaba zoluntu
IBALI lokuphumelela kukaMajoaki Jackie Phutiagae linokuchukumisa nabani na. Njengaye namphi na umntwana okhulele kwindawo yabantu abangathathi ntweni, uMajoaki bekufuneka alale kungekho rnbane ukhanyisiweyo okanye amanzi kungasathethwa ke
ngokutya kodwa oko
akuzange
kunqumamise ukunxanelwa kwakhe ukuzixhobisa.
Njengomfundi ozimiseleyo kwiYunivesiti yasePotchefstroom, ngoku unokubhala iimviwo zesidanga seBA neseHonours kwipublic management ukanti ukwacinga ngokwenza isidanga seMasters kwimunicipal development.
Umfundi onama-24 eminyaka
waseWolmaransstad uyibala impumelelo yakhe ingenxa kanina uElisa.
Wandifundisa ukuthi ngaphandle kokhokelo lukaThixo akukho nto unokuyiphumeza.
UMajoaki utyibele wathi akukho mntu kunokuthiwa akakwazi kwenza nto kuba lntaka ayakhi ngoboya benye.

kubalisa uChrista Prinsloo
IBhyisikili eniimendu
CEBU kuhle eCarletonville uOupa Sithole uhlab ikhefu. Usayokubona nenekazi lithtle kwifama amalunga nama-20 eekilometha qelele kodwa ibhayisikile ayifakele izinto ezininzi itsal amehlo kwaye inamandla.
UOupa okuma-30 eminyaka uchole iframe yebhayisikile eminyakeni emithathu ediulileyo waza wamane efakela iintwana ntwana kuyo.
lnonomathotholo odlala iikhasethi, utshilo uOupa eneqhayiya. Le bhayisikili yakhe enguVl 6 ikwanezibane ezikhanyisa xa ujika, iiexhausts, izipili neenumberplate zaseGauteng nePhondo elisemNtla.
Noko, kuba ngoku ipetroli ibiza imali
enkulu ndiyonga kakhulu.
kubalisa uChrista Prinsloo


UOupa Sithole neBhayisikili yakhe eyiV16.
Unokunqndw
ziin kwen kwezi
UMajoaki Phutiagae uza kunqandwa
ziinkwenkwezi - Ubuhlwempu nokuba
neengqondo ezilandulayo akunakuze
kundithen amandla.
UNA XI-IUSA - ietruary UUU 1 T 
